Ngexa uThixo owayenguLizwi ekuqalekeni esiza eMhlabeni esenyameni, kwakukho amaYuda awayengakholwa, aze azama ukumxuluba ngamatye. Kodwa, abantu abafana noAbraham, noMpostile uYohane, uPawulos noPetros beBandla Lamandulo, bamkhonza uThixo osenyameni
ngeentliziyo zabo zonke.
Abo banomsebenzi wokungqina ngoThixo uYehova kwiLixa likaYise, noYesu kwiLixa likaNyana,
noThixo uAhnsahnghong kunye noThixo uMama kwiLixa likaMoya oyiNgcwele ngabo baprofetiweyo “njengâbo bangekazalwa.”
Mna noBawo sibanye. Abuya ngoko amaYuda achola amatye ukuba amxulube.
Wawaphendula uYesu wathi, Mininzi imisebenzi emihle endanibonisayo, ivela kuBawo; nindixuluba ngenxa yawuphi na umsebenzi kuyo? Amphendula amaYuda esithi,
Asikuxulubeli msebenzi mhle, sikuxuluba ngokuba unyelisa; nangokuba wena usithi, ùngumntu nje, usuke uzenze uThixo.
Yohane 10:30-33
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala