Kuxa siqonda iimfihlelo zoMthi woBomi
e-Eden, iTyeya yoMnqophiso kunye nePasika
yoMnqophiso Omtsha kuphela, apho sinokukhululeka esonweni,
singene eBukumkanini bamaZulu obungunaphakade.
UThixo wéza emhlabeni okwesibini ukuzisa usindiso
eluntwini. AbaSindisi kwiXesha likaMoya oyiNgcwele,
abávuselela iPasika yoMnqophiso Omtsha
—Isiqu sokwenyani soMthi woBomi—
nguKristu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama.
Ezi ndawo zonke uYesu wazithetha ngemizekeliso kuzo izihlwele; akathethanga kungengamzekeliso kuzo. . . . “. . . Ndiya kukhupha izinto ezazifihliwe kwasekusekweni kwehlabathi.” Mateyu 13:34–35
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala