Intonga kaMoses, ithambo lomhlathi we-esile awalisebenzisayo uSamson, isibane sikaGidiyon nexilongo, umnatha kaPetros, uMlambo iYordan owaphilisa uNahaman iqhenqa, nommangaliso wewayini kumtshato waseKana yayiyimimangaliso eyenziwa ngabo babethobela ilizwi likaThixo.
Kanye njengokuba yonke imimangaliso awathi uThixo wayibonisa ngeBhayibhile yafezwa ngentobeko, nanamhlanje, ngenxa yokuthobela ilizwi likaThixo, “Shumayela iindaba ezilungileyo kuzo zonke iintlanga” ngokholo, ihlabathi liphela ngokungummangaliso libuyela kuKristu Ahnsahnghong noThixo uMama.
[M]usa ukoyika, kuba ndinawe mna; musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho; ndikukhaliphisile, ewe, ndikuncedile, ndikuxhasile ngesandla sam sokunene sobulungisa bam.
Isaya 41:10
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala