Njengokuba okwenyuka kwamaqondo obushushu kwilizwe jikelele kubangela ukugaleleka kweentlekele nezifo, abantu abazi ukuba benze ntoni okanye bayisombulule njani le ngxaki. NguThixo kuphela onokusifundisa indlela yokusindiswa kwiintlekele ezinjalo.
UKristu Ahnsahnghong noThixo uMama basixolele isono sethu sokutya kuMthi Wokwazi Okulungileyo noKubi, sono eso esazisa ukufa eluntwini lonke. Basifundise inyaniso yePasika yoMnqophiso oMtsha—indlela eya kuMthi woBomi. Elona lodwa ibandla eli nalenyaniso yoMthi woBomi namhlanje liBandla likaThixo.
Wathi uYehova uThixo, Yabonani, umntu usuke waba njengomnye wethu, ukwazi okulungileyo nokubi; hleze ke olule isandla sakhe, athabathe nakuwo umthi wobomi, adle, aphile ngonaphakade:
Genesis 3:22
Wathi ngoko uYesu kuwo, Inene, inene, ndithi kuni, . . . Lowo uyidlayo eyam inyama, alisele elam igazi, unobomi obungunaphakade; ndaye mna ndiya kumvusa ngomhla wokugqibela.
Yohane 6:53-54
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala