UThixo ubona isiphetho kwasekuqalekeni kwaye ukhokelela uluntu endleleni yosindiso. Njengokuba uYoshuwa noKalebhi basindiswa ngokuthobela uThixo, obona ingomso, bekholelwa kumazwi Akhe, nanamhlanje, uThixo usindisa abo bathobela amazwi Akhe, hayi iingcinga zabo.
UYesu wénza umsebenzi wosindiso, ngokuchaza ukuba uPetros uya kumphika amatyeli amathathu kwaye Yuda Skariyoti uya kumngcatsha. Ngendlela efanayo, uKristu Ahnsahnghongwavakalisa kwantlandlolo ukuba uya kunyukela eZulwini emva kokugqiba umsebenzi Wakhe, ekwasifundisile ukuba kumele silandle uBawo noMama ukuze samkele usindiso.
“. . . ukuxelayo kwasekuqaleni okungekenzeki, ndisithi, Icebo lam liya kuma, ndikwènze konke ukuthanda kwam.”
Isaya 46:10
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala