Njengokuba abantu abalahleke kulwandle oluvulekileyo okanye kwintaba bedinga ikhampasi, into edlala indima yekhampasi ebantwini abalahlekileyo kwindlela eya eZulwini ngamazwi kaThixo abhalwe kwincwadi ezi-66 zeBhayibhile.
Njengabapostile ababekholelwa ukuba ubulumko bosindiso nobutyebi bufihlakele kuYesu,
amalungu eBandla likaThixo akholelwa ukuba indlela yosindiso nendlela eya eZulwini
zikuKristu Ahnsahnghong noThixo uMama abeze njengoMoya noMtshakazi. Amalungu
eBandla likaThixo aphila, ethobela amazwi kaThixo.
Lisisibane seenyawo zam ilizwi lakho,
Likukukhanya emendweni wam.
IiNdumiso 119:105
UMoya nomtshakazi bathi, Yiza. Lowo uvayo makathi, Yiza. Lowo unxaniweyo makeze; lowo uthandayo, makawathabathe amanzi obomi ngesisa.
ISithyilelo 22:17
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala