Indlela eya eZulwini nendlela yasentlango ibonisa
ubudlelane phakathi kwesiqu esiyinyani kunye nesithunzi.
Ngabo ubomi basentlango obuyiminyaka engamashumi-manè,
sibona ukuba eyona ngozi ixaba endleleni engena kubo
uBukumkani Bamazulu kukungathobeli amazwi kaThixo,
nokukrokra ngakuThixo.
Ukubeka iingcinga namava ethu phambi kukaThixo,
osiyalela ngantando Yakhe elunge kunene,
kuvelisa iziqhamo zokukrokra nokungathobeli.
Njengokuba uNowa noAbraham balandela amazwi kaYehova
kwilixa likaBawo, njengokuba uPetros nabanye abafundi
balandela amazwi kaYesu kwixesha likaNyana,
abo bathobela amazwi kaThixo uAhnsahnghong noThixo uMama,
abéza kweli xesha likaMoya oyiNgcwele,
baya kungena uBukumkani Bamazulu.
“Wafungela oobani na ke, ukuba abayi kungena
ekuphumleni kwakhe, ingengabo abo bangevanga?” KumaHebhere 3:18
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala