UThixo wazi kwasekuqaleni okungasemva. Ngentsholongwane engazange yakho ngaphambili
eyahlasela ihlabathi lonke, yabangela iimeko ezahlukeneyo zemozulu engaqhelekanga, uThixo uvuselela bonke abantwana Bakhe phambi koMhla Womgwebo, ozakufika kungekudala. Usifundisa ukuba ngoku lixesha lokuba sivuke ebuthongweni, silungise i-oli yokholo.
Amalungu eBandla likaThixo ayasazi isizathu kusenzeka iintlekele ezininzi, yaye bayaqonda ukuba indlela yokusindiswa ngoMhla Womgwebo kukuqonda iziprofeto zeBhayibhile, ezatyhilwa nguKristu uAhnsahnghong noMama Wasezulwini. Amalungu aphila ubomi benguquko, yaye ahamba indlela ebhekisele eBukumkanini Bamazulu, bethobela amazwi kaThixo.
Xa nithe neva iimfazwe neziphithiphithi, musani ukunkwantya; kuba ezo zinto zimele ukuthi zihle kuqala; sona ke isiphelo asiyi kuba kwaoko. Wandula wathi kubo, Uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani. Kuya kubakho iinyikima zomhlaba ezinkulu kwiindawo ngeendawo, neendlala, neendyikitya zokufa; kuya kubakho izinto ezoyikekayo, kwanemiqondiso emikhulu evela ezulwini.
Luka 21:9-11
ukuxelayo kwasekuqaleni okungasemva, nakwabamandulo okungekenzeki, ndisithi, Icebo lam liya kuma, ndikwènze konke ukuthanda kwam;
Isaya 46:10
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala