Bonke abantu abazalwé kulo mhlaba bamiselwe ukuba bafe, ngoko kufunele balungiselele ubomi obusemva kokufa, silandela amazwi kaThixo ophíla ngonaphakade.
AmaSirayeli awágcina iPasika kwiminyaka enga-3,500 eyadlulayo akhululwa ebukhobokeni eYiputa, kodwa abo bangazange bayigcine bónakaliswa sisibetho.
Ngendlela efanayo namhlanje, uKristu uAhnsahnghong noThixo uMama, uElohim wethu, uyalela abantu ukuba bagcine iPasika yoMnqophiso Omtsha ngaphandle kokufeda kuba Bafuna ukubasindisa ezibethweni, abanike iintsikelelo zobuKumkani bamaZulu kananjalo, ngePasika.
Izibetho kunye nezifo zixhaphakile kulo lonke ihlabathi. IPasika yoMnqophiso Omtsha yiyo kuphela inyaniso enokusindisa ihlabathi.
Kungawa iwaka ecaleni kwakho, Isigidi ngasekunene kwakho,
Kodwa kungasondeli nto kuwe. Iindumiso 91:7
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala