KwiTestamente eNdala, amaSirayeli asindiswa ngegazi lemvana yePasika. Oku kubonisa ukuba abo banegazi likaYesu, oweza njengeMvana yePasika, banokusindiswa yaye abo bangenalo igazi Lakhe kubo baya kufumana iintlekele.
Xa sithatha inxaxheba kumsitho ongcwele wePasika wokutya inyama kaThixo kunye nokusela igazi Lakhe, iintlekele ziyadlula kuthi ngenxa yokuba uThixo ungaphakathi kwethu. Ngapha koko, sinokutywinwa njengabantwana bakaThixo uBawo noThixo uMama.
“UMoya ngokwakhe ungqinelana nomoya wethu, ukuba singabantwana bakaThixo.” KwabaseRoma 8:16
“Lowo uyidlayo eyam inyama, alisele elam igazi, unobomi obungunaphakade; ndaye mna ndiya kumvusa ngomhla wokugqibela… Lowo uyidlayo eyam inyama, alisele elam igazi, uhleli kum, nam ndihleli kuye.” Yohane 6:54–56
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala