Isiseko senkolo yobuKristu yinkolo
kuThixo ozé esenyameni.
Yiyo loo nto iBhayibhile isithi ukukhanyela
uYesu ozé esenyameni sisenzo somchasi-Kristu.
Ngenxa yeemfundiso nemikhethe engachanekanga
yenkolo yamaYuda, amaYuda abethelela uYesu
owéza esenyameni, aze atshutshisa iBandla likaThixo lamandulo,
ebabiza ihlelo laseNazerete kwiminyaka enga-2,00 eyadlulayo,
kodwa ngoku kucace gca ukuba eyiphi inyaniso.
Ukususela kwindalo, oko uThixo ekho njengo “Nathi”
—UThixo uYise noThixo uMama.
Oku kubonakala lula ngendalo kaThixo.
(Genesis1:26-27; Isityhilelo 22:17; KumaGalati 4:6)
UMbhali wemidlalo yeqonga wase-“Ireland” u-“George Bernard Shaw”
wánika isifundo abagxeki ababenomkhethe.
Ngoko, abo beza kuThixo uMama ngaphandle kokuthandabuza
ngenxa yemikhethe neembono ezibethelelweyo zabantu,
ngabantu abangafumana Amaanzi oBomi.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala