Ngexesha leBhabheli xa uDaniyeli wayephila, uThixo waprofeta ngezikumkani ezaziza kuvela kwixesha elizayo, ezinjengeMedi nePersi, iGrisi neRoma.
Kwakhona, uThixo wangqina ukuba iBhayibhile ihamba phambili kwenzululwazi.
Ngezi zinto, uThixo wayefuna uluntu lukholelwe kwaye lube nethemba lobukumkani bamazulu obuzukileyo apho baya kungena khona kwixesha elizayo.
Zonke izinto zazaliseka ngokweziprofeto zeBhayibhile—ubomi bukaKristu Oweza Okokuqala, iziprofeto ezingoKristu Oweza Okwesibini uKristu uAhnsahnghong noThixo uMama, kunye nokuzimela geqe kukaSirayeli ngowe-1948.
Kukwakho neziprofeto uThixo azishiyele uluntu, olusengozini ngenxa yeentlekele ezahlukahlukeneyo kunye nengxaki zemozulu. UThixo wathi uluntu lufanele lukhawuleze lungene eZiyon, apho lunokusinda khona kwiintlekele.
[E]lathi ngezo zinto ihlabathi langoko lantywiliselwa ngamanzi, latshabalala.
Ke lona izulu langoku, nawo umhlaba lo, kwangelo lizwi ezo zinto ziqwetyelwe, zigcinelwe, umlilo, kuse kwimini yomgwebo nentshabalalo yabantu abangahloneli Thixo.
2 Petros 3:6–7
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala