Kwakukho umqeshwa oqhelekileyo kwinkampani yaseRockefeller, owayeqhayisa ngemveliso yenkampani kangangokuba wayebizwa ngokuba: "Ibhekile ye-oli, yi-$4."
Kamva wade waba ngumongameli wale nkampani.
Ngebali lakhe, sinokuqonda ukuba xa siqhayisa ngoKrestu
Ahnsahnghong noThixo uMama abeza njengabaSindisi kwilixa likaMoya
oyiNgcwele kwaye sishumayele inyaniso yosindiso, siya kufanelekela
ukuba singene ubukumkani bamazulu.
Abantwana bakaThixo abafanele bakhohliswe ziimbono zabanye abantu,
okanye balandele utyekelo lwehlabathi.
Bafanele bajonge kuphela kwimbono kaThixo kwaye bawuxabise
umsebenzi wokushumayela iindaba ezilungileyo.
Kungoko kuphela abanokuthi baphile ngokokweziprofeto, bazuze iitalente
ezilishumi, baze banconywe kuthiwe, “Wenze kakuhle!”
[N]ababajikela abaninzi ebulungiseni bakhazimle njengeenkwenkwezi ngonaphakade kanaphakade.
Daniyeli 12:3
Kananjalo imihla yonke etempileni, nakwizindlu ngezindlu, babengayeki ukufundisa
nokushumayela iindaba ezilungileyo zokuba uYesu unguye uKristu.•
IZenzo 5:42
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala