Abantu baphila ubomi kulo mhlaba, bedlala iindima abanikwe zona.
Nangona kunjalo, xa bebiziwe nguThixo,
babuyela kwilizwe lakwamoya, ilizwe lethu elingundoqo.
Ke ngoko, uYesu wasifundisa ukuba silumke
silungiselele yonke into ukuze xa sibizwa ngequbuliso
singothuki kuba singalindanga.
Wawuthwala umnqamlezo wosindiso loluntu,
yaye uThixo uAhnsahnghong úze okwesibini
ukuze asindise abo bamlindeleyo, wasifundisa
ubukho bukaThixo uMama kunye nePasika
—inyani yobomi banaphakade.
. . . ngokunjalo uKristu, esondezwe kwaba kanye,
ukuba asithwale asisuse isono sabaninzi,
uya kuthi okwesibini, ngaphandle kwesono,
abonakale kwabo bamlindileyo, ezisa usindiso. KumaHebhere 9:28
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala