Kuba bonke abantu ingaboni baseZulwini, asinakuqonda ilizwi likaThixo 100%, kwaye singenokwazi ukuthelekisa ingqndo yesiqhelo yomntu nobulumko obukhulu bukaThixo olawula yonke indalo.
Njengo Yoshuwa, abo bawavumayo ukuba amazwi kaThixo alungile bayakwamkela iintsikelelo. Kodwa, abo bafana noAchan kunye noKumkani uSawule, ongazange athobele ilizwi likaThixo ngokulandela iingcinga zakhe, baya kutshatyalaliswa.
UKristu uAhnsahnghong noThixo uMama, ababenoDavide kunye noYoshuwa, bathembisa ukuba Baya kuhlala benabo bathobela amazwi kaThixo. besenza abafundi zonke iintlanga kwaye bazibhaptizele egameni loYise, loNyana, kunye neloMoya Oyingcwele.
Kuba iingcinga zam asizizo iingcinga zenu, neendlela zenu asizizo iindlela zam, utsho uYehova. Inene, njengokuba izulu liwuphakamele umhlaba, ngokunjalo iindlela zam ziziphakamele iindlela zenu, neengcinga zam ziziphakamele iingcinga zenu.
Isaya 55:8–9
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala