Kanye njengokuba wonke umntu enoyise nomama
owamzala ngokwenyama, kukho uBawo wakwamoya
noMama wakwamoya osinika ubomi obungunaphakade
kwihlabathi lezithunywa.
Ngokukholelwa koku, kufuneka siyigcine iPasika
yomnqophiso omtsha, ekuphela kwendlela yokuba
ngabantwana bakaThixo.
Abantwana bakaThixo, abaya kulawula ngonaphakade
ebukumkanini bamazulu, bamele balazi igama
likaThixo.
Kanye njengokuba abangcwele bamkela igama
likaYesu baza basindiswa ngelixa likaNyana,
amalungu eBandla likaThixo amkela uKristu
Ahnsahnghong noThixo uMama ngelixa
likaMoya oyiNgcwele, ashumayele igama
likaThixo kulo lonke ihlabathi kwaye ahambisa
iindaba zosindiso.
Ukuba ke aniqeqeshwa, abathe baba
ngamadlelane ngalo bonke, noba nina
niyimigqakhwe ngoko, aningoonyana.
Kananjalo sibe sinabo oobawo benyama okunene
besiqeqesha, sabahlonela; asiyi kuthi ngakumbi
na sithobele uYise woomoya bonke, sidle ubomi?
KumaHebhere 12:8–9
Abanye bakhankanya iinqwelo zokulwa, abanye
bakhankanye amahashe, Ke thina sikhankanya
igama likaYehova uThixo wethu.
INdumiso 20:7
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala