U-Kristu Ahnsahnghong nguThixo kuba ngu-Kristu Ahnsahnghong kuphela oyiNgcambu kaDavide owafika ngeentsuku zokugqibela kwaye wabuyisela umnqophiso ongunaphakade ngokuvula ibhayibhile etywiniweyo.
UKristu owayeze ngama likaYesu ekufikeni kwakhe okokuqala kwaye enegama u-Ahnsahnghong ekuzeni kwakhe okwesibini wabhaptizwa eneminyaka enga-30 kwaye wafumana intambiso yokomoya. Wakhokhela ubukumkani bevangeli iminyaka emithathu ekufikeni kwakhe kokuqala kunye nama-37 ekufikeni kwakhe kwesibini kwaye wazalisekisa isiprofeto sobukhosi bukaKumkani uDavide.
Ngo-1948, unyaka xa u-Israyeli wafumana inkululeko ngokomzekeliso womthi womkhiwane owafundiswa ngu Yesu, u-Krist Ahnsahnghong wema emnyango, wasinika intsikelelo yosindiso ngePasika yomnqophiso omtsha, waseka iBandla likaThixo, wangqina ngoThixo. uMama.
Ndandilila kakhulu mna, ngokuba kungafunyanwanga namnye ufanele ukuyivula nokuyilesa incwadi, nokuyikhangela oku. Yathi enye indoda enkulu kum, Musa ukulila; yabona, iNgonyama yesizwe sakwaYuda, iNgcambu kaDavide, ikweyisile ukuyivula incwadi, nokuwanqika amatywina ayo asixhenxe.
IsiTyhilelo 5:4-5
Emveni koko baya kubuya oonyana bakaSirayeli, bamquqele uYehova uThixo wabo, noDavide ukumkani wabo; baye benkwantya kuYehova, nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.
Hoseya 3:5
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala