Umnqophiso omtsha nguwo owenza
uluntu, oludalwe nguThixo, luxabiseke
ngakumbi.
Inyaniso yomnqophiso omtsha bubutyebi
basezulwini obulangazelelwa kwankqu
naziziathunywa ezisezulwini ukuba zijonge
kuko.
Le nyaniso uThixo uyinike kuphela abantu
basezulwini abanokubudla ilifa
ubukumkani bamazulu.
Abo banenyama negazi likaThixo
ngokutya nokusela isonka newayini
yePasika, uThixo awathi, Zenziwe
kuThixo, banokuba ngabantwana
bakaThixo.
Bangamkela uxolelo lwezono kunye
nentsikelelo yobomi obungunaphakade
eZiyon apho uKristu Ahnsahnghong
kunye noThixo uMama bahlala khona.
Yabona, kuza imihla, utsho uYehova,
endiya kwenza umnqophiso omtsha
nendlu kaSirayeli nendlu kaYuda; . . .
ndiya kuwubeka umyalelo wam
embilinini yabo, ndiwubhale
ezintliziyweni zabo, ndibe nguThixo
wabo, babe ngabantu bam;
Yeremiya 31:31–33
Wathi ngoko uYesu kuwo, Inene, inene,
ndithi kuni . . . Lowo uyidlayo eyam
inyama, alisele elam igazi, unobomi
obungunaphakade; ndaye mna ndiya
kumvusa ngomhla wokugqibela.
Yohane 6:53–54
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala