Abangcwele beBandla Lamandulo abafana noYohane, uPetros, noPawulos, babekholelwa ngokupheleleyo ukuba uThixo weza esenyameni enegama elithi “Yesu”. Ngenxa yoko, bamkela intsikelelo yosindiso.
Kanye njengokuba uPetros wazifumanayo izitshixo zoBukumkani bamaZulu ngexesha leBandla Lamandulo, iBandla likaThixo liqhuba ukholo olufanayo, linokholo kuThixo uBawo Ahnsahnghong kunye noThixo uMama njengoMoya noMtshakazi abeze emhlabeni besenyameni kwiLixa loMoya oyiNgcwele.
“Ke nina nithi ndingubani na? Waphendula ke uSimon Petros wathi, Wena unguye uKristu, unyana kaThixo ophilileyo.” Mateyu 16:15–16
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala