Amathuba okuba umntu ozelwe ephila, kulo mzimba usekwe kwiproteni, anciphile nangaphezu kokuphumelela ibhaso lokuqala lelotho izihlandlo ezingamashumi amane zilandelelana.
Kuyo yonke iBhayibhile, amazwi kaThixo abhalwe ngokuchane okukhulu, egxininisa ukuba singongezeleli okanye sisuse kumazwi Akhe ngaphandle kwesizathu ukuba sifuna ukufumana ubomi obungunaphakade.
Yonke into eyayigcinwa nguYesu nabapostile beBandla lokuqala igcinwa kwiBandla likaThixo.
Abapostile uPawulos kunye noYohane bathi, “Ngokuqinisekileyo sinaye uThixo uMama,” yaye bakwasikhanyisela ukuba uThixo uMama, onguEva wokomoya, unika uluntu ubomi obungunaphakade.
Kuba ndiyangqina kubantu bonke abawevayo amazwi esiprofeto sale ncwadi, ukuba, Xa athe umntu wongeza kwezo zinto, uThixo uya kongeza kuye izibetho ezibhaliweyo kule ncwadi; ukuba ke uthe umntu wasusa kuwo amazwi encwadi . . .,
uThixo uya kusisusa isabelo sakhe encwadini yobomi, nakuwo umzi ongcwele, nakuzo izinto ezibhaliweyo kule ncwadi.
IsiTyhilelo 22:18–19
Wathi uThixo, Masenze umntu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi. . . .
Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wamdala ngokomfanekiselo kaThixo; wadala indoda nenkazana.
Genesis 1:26–27
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala