Kwilixa apho i-AI ithatha indawo yomsebenzi womntu, abantu baya belahlekelwa yindawo yabo kancinci kancinci. Kwilixa apho amayeza, ukhuselo lwesizwe, imfundo, kwanemimandla yobugcisa noncwadi anokuthatyathelwa indawo yi-AI, uluntu kufuneka lube nokholo kwizithembiso zikaThixo ukuze lube nekamva elingunaphakade nelonwabisayo.
Ikamva ezulwini elilindelwe luluntu lonke lilele kumnqophiso omtsha uThixo asifundise wona. Isizathu sokuba uThixo uBawo noThixo uMama beze kulo mhlaba njengoMoya noMtshakazi kukuba babona kwangaphambili isiphelo sehlabathi kwaye bafuna ukunika uluntu ikamva elingunaphakade nelonwabisayo.
ukuxelayo kwasekuqaleni okungasemva, nakwabamandulo okungekenzeki, ndisithi, Icebo lam liya kuma, ndikwènze konke ukuthanda kwam; UIsaya 46:10
osenze nokusenza sakulingana ukuba ngabalungiseleli bomnqophiso omtsha; singabi ngabobhalo nje kodwa, sibe singabomoya; kuba ubhalo luyabulala, umoya ke udlisa ubomi. 2 KwabaseKorinte 3:6
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala