Ngexesha leBandla lamandulo xa uThixo awayekholelwa
kuye onke amaYuda eze esenyameni enegama
elinguYesu, awazange amazi kodwa ambethelela emnqamlezweni.
Ngokunjalo, namhlanje, abantu abaninzi benkolo bayasilela
ukuqonda ukuba uKristu Ahnsahnghong nguThixo oweza
kwakhona ukuze asindise uluntu. Bayamgatya, bekhukuliseka
bemka endleleni yosindiso.
U-Ahnsahnghong onguKristu Oweza Okwesibini wadala indalo
iphela, wanika uluntu ubomi, waza wasifundisa
ngobukumkani bamazulu obungunaphakade.
UnguThixo owavela eMzantsi Koriya, ilizwe elikude
empuma, njengoko kwakuprofetiwe kwisiTyhilelo 7.
Wenza umsebenzi wosindiso kwiBandla likaThixo ngePasika
yomnqophiso omtsha (itywina likaThixo).
Akufika uYesu emacaleni aseKesareya yakwaFilipu,
wababuza abafundi bakhe, . . .
Ke nina nithi ndingubani na?
Waphendula ke uSimon Petros wathi, Wena
unguye uKristu,• unyana kaThixo ophilileyo.
Mateyu 16:13–16
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala