Kanye njengoko imbali yeTestamente eNdala ibonisa, amaSirayeli okomoya kufuneka amkele uKristu Ahnsahnghong ozise iPasika yoMnqophiso Omtsha, iUrim neTumim,
ukuze bakhululwe eBhabheli kwaye bafumane isigwebo sokuba “ngabantu bokwenene bakaThixo.”
Namhlanje, amalungu eBandla likaThixo atya asele inyama negazi likaYesu, oyitempile, ngesonka newayini yePasika yoMnqophiso Omtsha. Kuthetha ukuba banelungelo lombingeleli lokutya okona kutya kungcwele okuvela engcweleni.
abo bakufuna ukubhalwa kwabo kwababhalelwe emilibeni yokuzalwa, abakufumana; bangcola ke, ababa sebubingelelini. . . . mabangadli nto kwezingcwele kanye, kude kuvele umbingeleli oneeUrim neeTumim. Ezra 2:62–63
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala