Kweli hlabathi limnyama, ziintlekele ngeentlekele kunye nezifo ezosulelayo,
abo banokusinika ithemba loBukumkani Bamazulu obungunaphakade
apho kungekho zintlungu, kubandezeleka, nakufa, nguBawo waseZulwini
noMama ábeza njengoMoya noMtshakazi kuphela.
Kanye njengokuba uThixo wavumela abantu Bakhe ukuba bamqonde uKristu
ngoMnqophiso Omdala, Wasifundisa indlela yokuqonda
uMama wethu waseZulwini ngoMnqophiso Omtsha kweli xesha.
Abantu abaphila ngaphandle kokulahlekelwa lithemba phantsi kwayo nayiphi na imeko,
bezele ngumbulelo, ngabantu beBandla likaThixo.
Balandela iimfundiso zikaMama waseZulwini yaye bagcina uMnqophiso Omtsha.
Eziyintsonkotha zona ezo zinto; kuba aba bayiyo iminqophiso emibini… Ke yona ephezulu iYerusalem ikhululekile, enguma wethu leyo. KumaGalati 4:24–26
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala