Umthi woKwazi okuLungileyo nokubi noMthi woBomi, owabekwa nguThixo eMyezweni wase-Eden, ngumzekeliso nekopi awathi wawdala uThixo ukuze afundise uluntu ngobukumkani bamazulu.
NguThixo kuphela onokuvula indlela eya eMthini woBomi eMyezweni wase-Eden osinika ubomi obungunaphakade Ukusinika ubomi obungunaphakade, uYesu wasinika iPasika yomnqophiso omtsha kwiminyaka engama-2 000 eyadlulayo, no-Kristu Ahnsahnghong wasinika iPasika yomnqophiso Omtsha kwesi sigaba sexesha. Ke ngoko, u-Christ Ahnsahnghong nguThixo.
Ngokwenene uKrestu uyabonakala ngokobungqina beBhayibhile nabaprofeti. Njengokuba abangcwele beCawa yokuqala babeshumayela ukuba uYesu unguKrestu naphina apho baya khona, kufuneka sishumayele ukuba uBawo Ahnsahnghong ozise iPasika yomnqophiso omtsha kwesi sizukulwana nguKrestu oze isihlandlo sesibini.
“Lowo uyidlayo eyam inyama, alisele elam igazi, unobomi obungunaphakade; ndaye mna ndiya kumvusa ngomhla wokugqibela. Kuba inyama yam ikukudla, inyaniso; negazi lam liluselo, inyaniso. . . lowo undidlayo, kwayena uya kuphila ngam.”
Yohane 6:54-57
Uthe ke lakufika ilixa, wahlala phantsi, nabapostile• abalishumi elinababini kunye naye. Wathi kubo, Asikuko nokuba ndinqwenile ukuyidla nani le pasika, ndingekabuva ubunzima.
Luka 22:14-15
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala