UThixo uthi, “Ungaze wongeze okanye
uthabathe kumazwi eBhayibhile,” yaye
eBhayibhileni, kubhaliwe kwathiwa abantu
banokusindiswa xa besiya kuMoya
noMtshakazi, abasinika amanzi obomi.
Ngoko ke, iBandla likaThixo, elikholelwa
kuThixo uMoya oyiNgcwele, uKristu
Ahnsahnghong, noThixo uMama,
onguMtshakazi, libandla elimkholisayo
uThixo neliya kusindiswa.
UMpostile uPawulos wabhala eBhayibhileni
ukuba abantwana bedinga bayintsalela
ekhethwe ngobabalo yaye abo baya
kusindiswa bangabantwana bedinga
njengoIsake. Kuthetha ukuba abo
bakholelwa kuThixo uMama kwilixa
loMoya oyiNgcwele baya kuba
ngabantwana bedinga njengoIsake
kunye nentsalela ekhethwe ngobabalo
lukaThixo ukuze basindiswe.
Thina ke, bazalwana, ngokokukaIsake,
singabantwana bedinga.
KumaGalati 4:28
Ke uIsaya udanduluka ngoSirayeli, esithi,
Nangona inani loonyana bakaSirayeli
lingangentlabathi yaselwandle, ngamasalela
odwa aya kusindiswa.
KwabaseRoma 9:27
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala