Kanye njengokuba kukho usapho lwasenyameni emhlabeni,
kukho usapho lwasezulwini esezulwini.
Inyama negazi likaThixo zithenjiswa ngePasika yomnqophiso omtsha.
Ngale Pasika, amalungu eBandla likaThixo aye aba
ngoonyana neentombi zikaThixo uBawo noThixo uMama,
aze aba lusapho lwasezulwini.
Amalungu osapho lwasezulwini okwenyaniso ayanyamekelana yaye ayamanyana
ukuze kungabikho mntu uziva elilolo.
Kwakhona, bahamba indlela eya ebukumkanini bamazulu kunye,
ngokomelezwa ngelizwi likaThixo.
[B]ona bàthi bakhonze umzekelo nesithunzi sezinto zasemazulwini, . . .
KumaHebhere 8:5
Ixesha le- artificial intelligence (AI) lisondele.
Nangona kunjalo, uThixo akayiphathisanga kwi-artificial intelligence ivangeli
ukuze anike iintsikelelo kubantwana Bakhe.
UThixo wakhanyisela abantwana Bakhe ukuba bafumane amalungu
osapho lwasezulwini alahlekileyo ngokukhawuleza baze bangene kubukumkani
obuzukileyo bamazulu kunye.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala