Kanye njengokuba abantu befumana uxolo nentuthuzelo ngamazwi
oomama babo abaweva esibelekweni, abantwana bakaThixo baya
kufumana uxolo lakwamoya xa besiva ilizwi likaThixo
uMama.
Malunga neminyaka engama-2,000 eyadlulayo, uYesu yedwa wathi,
“Nabani na makeze Kum aze amkele amanzi obomi,”
kodwa kwilixa loMoya oyiNgcwele, uKristu
Ahnsahnghong noThixo uMama bavakalisa ilizwi losindiso kunye.
UKristu Ahnsahnghong wathi, “UYoshuwa walandela uMoses, uElisha
walandela uEliya, uPetros walandela uYesu, mna ndilandela
uMama.”
Oku kungenxa yokuba uluntu lunokusindiswa xa lusiva
ilizwi likaThixo uMama.
UMoya nomtshakazi bathi, Yiza. Lowo uvayo makathi,
Yiza. Lowo unxaniweyo makeze; lowo uthandayo, makawathabathe
amanzi obomi ngesisa.
IsiTyhilelo 22:17
Njengomntu othuthuzelwa ngunina, ndiya kwenjenjalo mna ukunithuthuzela,
nithuthuzelwe eYerusalem.
Isaya 66:13
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala