Xa uNowa wakha umkhombe, xa uMoses wahlula uLwandle oluBomvu, xa uGidiyon wayesilwa namaMidiyan, naxa uYosefu waba yirhuluneli yaseYiputa, bonke batyhubela iimbandezelo.
Kodwa ke, isandla elimangalisayo likaThixo lalifihlwe apho ukuze anike iintsikelelo ezinkulu kwabo bathobela ilizwi likaThixo.
Kweli lixa, uMoya oyiNgcwele uKristu uAhnsahnghong noThixo uMama, uMtshakazi, beze kulo mhlaba, kwaye amalungu eBandla likaThixo akhokelwe eZiyon ayaphuma ukuya kushumayela ivangeli kulo lonke ihlabathi;
konke oku kungamanyathelo kaThixo okusindisa uluntu kwilixa loMoya oyiNgcwele.
Ngoko musani ukuba buhlungu, ningaziqumbeli, ukuba nathengisa ngam apha; . . .
UThixo undithume phambi kwenu, ukuba ndinimisele amasalela ezweni, ukuba ndisindise ubomi benu, ibe kukusinda okukhulu.
Ngoko ke àsinini abandithume apha, nguThixo; . . .
Genesis 45:5-8
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala