Sinokufumanisa ukuba lulunge kangakanani ukholo lwethu ngokuthobela ilizwi likaThixo.
Xa sinexesha elide siphila enyanisweni, kukhona simele sibe nentobeko kunye nokholo ngakumbi.
Kodwa ke, ukuba senza ngokwentando yethu njengoKumkani uSawule, uThixo Uya kuluthatha lonke ubabalo Lwakhe asinike lona.
UKristu uAhnsahnghong, oweza njengoMsindisi ngexesha likaMoya oyiNgcwele, wabona yonke into ukususela ekuqaleni ukuya ekupheleni kwephakade waza waqhuba umsebenzi wosindiso lalo lonke uluntu.
Ngoko ke, amalungu eBandla likaThixo ayawakholelwa amazwi Akhe kwaye ayawathobela kuzo zonke iimeko kanye njengoAbraham noGidiyon.
Yabona, ukuphulaphula kulungile ngaphezu kombingelelo, nokubaza iindlebe kulungile ngaphezu kwamanqatha eenkunzi zeegusha.
Ngokuba ukuba neenkani kusisono esinjengokuvumisa, ubungqola bunjengenkonzo yezithixo nemilondekhaya. Ngenxa yokuba ulicekisile ilizwi likaYehova, naye ukucekisile ukuba ungabi kumkani.”
1 KaSamuweli 15:22–23
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala