Ngemihla yokulawula kookumkani, abo baphula umthetho
kakumkani babegwetyelwa ukufa ngenxa yokungcatsha.
Ngokufanayo, kubalulekile ukulandela iimfundiso zeBhayibhile—imiyalelo
kaThixo onguKumkani wookumkani.
Ngoko ke, iBandla likaThixo ligcina umnqophiso
omtsha obhalwe eBhayibhileni njengosuku lweSabatha
kunye nePasika.
Kanye njengokuba abaprofeti abaninzi abanjengoDavide noSolomon
babemthanda uThixo uYehova kuphela ngelixa likaYise,
nanjengabangcwele kunye nabaPostile beBandla lokuqala
ababethanda uYesu Kristu ngelixa likaNyana, ukuthanda
uKrestu Ahnsahnghong noThixo uMama kwilixa likaMoya
oyiNgcwele yimfihlelo yosindiso.
[A]ya kukubonakalisa ngawakhe amaxesha; lowo usikelelekileyo,
ukuphela konamandla, uKumkani kakumkani, uNkosi kankosi; . . .
eyoku-1 kuTimoti 6:15
Kude kwaba ngokunje, anikaceli nto egameni
lam; celani, niya kwamkela, ukuze uvuyo
lwenu luzaliseke.
Yohane 16:24
Lowo weyisayo . . . ndaye ndiya kulibhalela phezu
kwakhe igama loThixo wam, negama lomzi
woThixo wam, iYerusalem entsha, . . . negama
lam elitsha.
IsiTyhilelo 3:12
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala