UAdam noEva bawathobela amazwi kaSathana, badla isiqhamo esalelweyo, baza bagxothwa kuMyezo wase-Eden.
UKumkani uSawule walandela ukuthanda kwabantu, walithathela ilizwi likaThixo njengento encinane, waza wagxothwa etroneni.
Ngokunjalo, kweli lixa, uMoya oyiNgcwele unokunikwa kuphela abo balithobelayo ilizwi likaThixo.
Xa sithobela amazwi kaThixo, uMoya oyiNgcwele uhlala enathi, kwaye siphila ubomi obusikelelekileyo.
Ekubeni bonke abantu bengagqibelelelanga, kufuneka silandele umendo ogqibeleleyo kaThixo ngentobeko kude kube sekupheleni ukuze siphile ubomi obuloyiso kwaye sizaliswe nguMoya oyiNgcwele njengookhokho bethu bokholo.
Saye singamangqina akhe ezo ndawo thina, kwanoMoya oyiNgcwele, awamnika abo bamvayo yena uThixo.
IZenzo 5:32
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala