Wabudela uEsawu ubuzibulo bakhe; umkhonzi ongendawo wayifihla italente enye emhlabeni; yaye iintombi eziziziyatha ezintlanu azizange zilungise ioli kwangaphambili. Kuxa sinobulumko kuphela bokwenza izigwebo zakwamoya ezisekelwe elukholweni kuyo nayiphi na imeko, apho singayi kuphulukana nelifa elingunaphakade leZulu aya kuthi uThixo asinike lona.
Kanye njengeentombi ezintlanu ezazizingqondi, amalungu eBandla likaThixo akholelwa ukuba ukoyisa bonke ubunzima ajamelana nabo ngelizwi likaThixo nangokholo, ukwamkela uKristu uAhnsahnghong oze okwesibini kunye noThixo uMama abeze kwiLixa loMoya oyiNgcwele, ziindlela zokulungiselela uBukumkani bamaZulu.
Ke andithandi ukuba ningâzi, bazalwana, . . . Kanti noko uThixo akakholiswanga ngabona baninzi; kuba bathiwa waca entlango apho. Ezo zinto ke zabe ziyimizekelo kuthi, ukuze singabi ngabakhanuki bezinto ezimbi, njengokuba bakhanukáyo bona abo.
1 kwabaseKorinte 10:1–6
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala