UKristu u-Ahnsahnghong wathi ukuba asiyiqhelanisi inyaniso, imiphefumlo yethu iya kuba mnyama kwaye ilahlekelwe kukuqonda kwaye ekugqibeleni, ilahlekelwe lukholo kwaye ikhanyele uThixo.
Ekubeni siphila kulo mhlaba, ihlabathi elinamacala amathathu, kwaye singenako ukugweba ihlabathi lasezulwini elinamacala amane nahlanu, kufuneka sikholwe kumazwi kaThixo osoloko esisikelela kwaye silandela iimfundiso Zakhe.
Ookhokho bokholo abanjengoMoses, uDavide, uGidiyon noYoshuwa basikelelwa ngokuthobela ilizwi likaThixo kwanakwiimeko ezazibonakala zingenakwenzeka ngokwengqiqo yabantu.
Ngokujonge kwimbali yabo, amalungu eBandla likaThixo akholelwa kuKristu u-Ahnsahnghong nakuThixo uMama, abaSindisi kwilixa loMoya oyiNgcwele, kwaye balithobela ilizwi Labo.
Ngenxa yoko, umsebenzi omangalisayo weendaba ezilungileyo wenziwa ehlabathini lonke.
Ndíwaphakamisele ezintabeni na amehlo am? Luya kuvela phi na uncedo lwam?
Uncedo lwam luvela kuYehova, UMenzi wezulu nehlabathi.
IiNdumiso 121:1–2
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala