UAbraham, uNowa, uMoses noDaniyeli basikelelwa ngenxa yokuba
balithobela ilizwi likaThixo, kungakhathaliseki ukuba zeziphi na
iimeko ababejamelene nazo.
Imbali enjalo yeBhayibhile ibonisa ukuba simele sibe
nokholo olomeleleyo kubukho bukaThixo, nokuba
zinjani na iimeko.
AmaSirayeli ayenokuyingena iKanan ngeentsuku ezilishumi.
Nangona kunjalo, bangena apho emva kweminyaka engama-40
baza batshatyalaliswa entlango emva kokumbombozela nokukhalaza ngenxa
yokugqalisela koko kwakusenzeka phambi kwabo kuphela.
Kwakungenxa yokuswela kwabo ukholo.
Ngokunjalo, namhlanje, eyona nto ibalulekileyo kwintlango yokholo
njengoko sisingise kwiKanan yasezulwini kukuba nokholo olupheleleyo
kumazwi kaThixo uAhnsahnghong noThixo uMama.
Ukholo ke kukukholosa ngezinto ezithenjiweyo; kukweyiseka bubukho
bezinto ezingabonwayo. Kuba amanyange ángqinelwa ngokuba nalo
olo. Ngokholo siyaqonda ukuba indalo le yonke
yenziwe yabakho ngelizwi likaThixo, ukuze izinto ezi
zibonwayo zibe aziphume kwezibonakalayo.
KumaHebhere 11:1–3
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala