UMoya oyiNgcwele wemvula yangaphambili wanikezwa kwabo bamkela uThixo oweza esenyameni kwilixa likaNyana. Ngokunjalo, uMoya oyiNgcwele wemvula yokugqibela unikezwa kwabo bamkela uAhnsahnghong kunye noThixo uMama, oze esenyameni kwilixa likaMoya Oyingcwele, kwaye abafumene umzimba negazi likaThixo ngePasika yoMnqophiso Omtsha.
Ngexa UThixo wayedala amazulu nehlabathi, Wabhekisa Kuye njengo "Ma". UThixo wasifundisa ngobudlelwane phakathi kwesithunzi nesiqu sayo, ukuba sinosapho eZulwini njengoba sinosapho eMhlabeni. Ebantwaneni abaluqondayo usindiso lukaThixo uBawo noThixo uMama, UThixo ukwanika umsebenzi osikelelekileyo wokusindisa ihlabathi ngoMoya Oyingcwele asinike wona.
Wathi uThixo, Masenze umntu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi...Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wamdala ngokomfanekiselo kaThixo; wadala indoda nenkazana.
Genesis 1:26-27
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala