Ngokuphindaphindiweyo uThixo wagxininisa kuYoshuwa ukuba abe nekukhalipha okukhulu xa wafika eKanan, waza wayalela uYona ukuba alishumayele ilizwi likaThixo ngenkalipho kwisixeko esilikomkhulu lelizwe lotshaba.
Ngokufanayo, kufuneka sibe nesibindi xa sishumayela iindaba ezilungileyo zomnqophiso omtsha ehlabathini lonke.
Ekholelwa ukuba ivangeli kaThixo iya kuguqula ubumnyama bube kukukhanya naphi na apho ishunyayelwa khona, amalungu eBandla likaThixo, aza kuzuza ilifa iKanan yakwamoya, aphumeza umsebenzi kaYoshuwa.
Kanye njengokuba uYona wenzayo, bashumayela ngenkalipho usindiso lukaKristu uAhnsahnghong noThixo uMama kulo lonke ihlabathi.
Yomelela ukhaliphe; ngokuba wena uya kulabela bona aba bantu elo lizwe ndabafungela lona ooyise, ukuba ndiya kubanika.
Kodwa ke yomelela, ukhaliphe kunene, ukuze ugcine ukwenza ngokomyalelo wonke, awakuwisela wona uMoses umkhonzi wam. Musa ukutyekela ekunene nasekhohlo kuwo, ukuze wenze ngengqiqo apho sukuba usiya khona.
Yoshuwa 1:6–7
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala