Umthi wokwazi okulungileyo nokubi usingisa ekufeni,
yaye umthi wobomi usingisa ebomini.
Emyezweni wase-Eden, uAdam noEva bagxothwa baza bafa
ngenxa yokuba batya kumthi wokwazi okulungileyo nokubi.
Le mbali ibonisa ukuba uluntu lumiselwe ukuba
lufe ngenxa yokona ezulwini.
Kwiminyaka engamawaka amabini eyadlulayo, uYesu weza emhlabeni
ukuze asindise uluntu.
Kwaye kwilixa likaMoya oyiNgcwele, uKristu Ahnsahnghong uze
kulo mhlaba waza wasinika ubomi obungunaphakade ngePasika
yomnqophiso omtsha, inyaniso yomthi wobomi.
Ngaphezu koko, uKristu Ahnsahnghong, ozise umthi wobomi,
nguMcebisi weZiyon oprofetwe kwincwadi kaMika.
Usazisile ukuba usindiso lokugqibela loluntu luxhomekeke kuThixo
uMama.
Wathi uYehova uThixo, Yabonani, umntu usuke waba
njengomnye wethu, ukwazi okulungileyo nokubi;
hleze ke olule isandla sakhe, athabathe nakuwo
umthi wobomi, adle, aphile ngonaphakade:
Genesis 3:22
Wathi ngoko uYesu kuwo, Inene, inene, ndithi
kuni, Ukuba anithanga niyidle inyama yoNyana woMntu,
nilisele igazi lakhe, aninabo ubomi kuni.
Lowo uyidlayo eyam inyama, alisele elam igazi,
unobomi obungunaphakade; . . .
Yohane 6:53–54
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala