IBandla lamandulo kunye nabapostile abazange balugcine
unqulo lwangeCawe okanye iKrisimesi.
UThixo wabhala eBhayibhileni indlela yokuba
uluntu lwamkele ukuxolelwa kwezono ukuze lungene
ubukumkani bamazulu.
Wagxininisa ngokuphindaphindiweyo esithi, “Ungaze wongeze
nantoni na okanye unciphise nantoni na kumazwi eBhayibhile.”
Kule mihla, iicawa ezisehlabathini zikholelwa kuThixo uBawo
kuphela hayi kuThixo uMama, kodwa nguThixo uMama
onika “ubomi obungunaphakade,” uThixo abuthembise
abantwana Bakhe.
UThixo wangqina ngoThixo uMama ngayo yonke into
ephilayo eyadalwa ngokokuthanda kukaThixo kuquka
amadoda nabafazi, nange “mitochondria” efunyenwe zizazinzulu.
Kuba ndiyangqina kubantu bonke abawevayo amazwi
esiprofeto sale ncwadi, ukuba, Xa athe umntu wongeza
kwezo zinto, uThixo uya kongeza kuye izibetho
ezibhaliweyo kule ncwadi;
ukuba ke uthe umntu wasusa kuwo amazwi encwadi
yesi siprofeto, uThixo uya kusisusa isabelo sakhe
encwadini yobomi, nakuwo umzi ongcwele,
nakuzo izinto ezibhaliweyo kule ncwadi.
IsiTyhilelo 22:18–19
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala