“Ukukholelwa kuThixo” kuthetha ukuthobela
nokwenza amazwi awanikayo.
Kanye njengokuba umkaLote wajika waba
yintsika yetyuwa, aza amaSirayeli aba
ngamakhoboka eentshaba zawo, kwanabo
bangaliphulaphuliyo ilizwi likaThixo baya
kujamelana namashwa afanayo namhlanje.
Amalungu eBandla likaThixo akholelwa ukuba
iimfundiso ezinikelwa nguKristu Ahnsahnghong
noThixo uMama kuphela kwendlela esa
elusindisweni olungunaphakade ezulwini, yaye
ngovuyo alandele imimiselo Yakhe nawo onke
amazwi Akhe, elindele ngolangazelelo, “Ngawaphi
amazwi entsikelelo aya kuthi uThixo awanike
phezu kwethu namhlanje?"
Utsho uYehova, umkhululi wakho, oyiNgcwele
kaSirayeli, ukuthi, Mna Yehova, Thixo wakho,
ndingokufundisa okungakuncedayo, ndikunyathelise
ngendlela oya kuhamba ngayo.
Akwaba imithetho yam ubuyibazele indlebe! Beluya
kuba njengomlambo uxolo lwakho, nobulungisa
bakho bube njengamaza olwandle;
Isaya 48:17–18
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala