Njengokuba uYesu Kristu wehla eZulwini weza kulo mhlaba, waze wabuyela eZulwini, abantu abakholelwa kuThixo kulo mhlaba kufanele babuyele eZulwini. Into efunekayo kwabo abaya kungena eBukumkanini Bamazulu kukwamkela ubomi obungunaphakade.
Uluntu lungaya eZulwini apho kungekho kufa xa lusamkela ubomi obungunaphakade obuthenjiswe nguThixo kuphela. Ubomi obungunaphakade buvunyelwe abo abadla inyama kaYesu, basele negazi Lakhe ngePasika yoMnqophiso oMtsha.
Nokuba ukholo lwethu lukhulu kangakanani, asinakwamkela ubomi obungunaphakade ukuba asiyigcini iPasika.
IBandla likaThixo lilo lodwa ibandla ehlabathini eligcina uMnqophiso oMtsha.
Musani ukukulahla ngoko ukungafihlisi kwenu, kona kunokwamkela umvuzo omkhulu. Kuba kufuneka ukuba nibe nomonde, ukuze nithi, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo, nizuzane nalo idinga.
KumaHebhere 10:35–36
Lilo eli idinga, awalibekayo ngokwakhe kuthi, ubomi obungunaphakade.
1 KaYohane 2:25
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala