Ngexesha likaMoses, uThixo wasindisa amaSirayeli Waze wohlwaya onke amaYiputa angazange ayigcine iPasika. Oku kusibonisa ukuba singasindiswa njani kwiintlekele ze samkele ubomi obungunaphakade nakweli lixa.
IPasika yoMnqophiso oMtsha ngumhla apho uluntu lwamkela inyama negazi likaThixo ze sitywinwe njengabantwana bakaThixo, kwaye ngumhla apho baxolelwa izono abazenze eZulwini, bamkele ubomi obungunaphakade.
Yiyo lonto uThixo enikeza ithuba lesibini lokugcina iPasika ngomhla we-14 kwinyanga yesibini ngokweKhalenda engcwele, enqwenela lonke ihlabathi ligcine iPasika lize lamkele usindiso.
Thetha koonyana bakaSirayeli. . . woyenza iPasika kuYehova. Boyenza ngenyanga yesibini, ngomhla weshumi elinesiné, lakutshona ilanga, kunye nezonka ezingenagwele bayidle inemithana ekrakra. . . ethe wayeka ukuyenza iPasika, loo mphefumlo wonqanyulwa, ungabikho ebantwini bakowawo; ngokuba akawusondezanga umsondezo kaYehova ngexesha lawo elimisiweyo. Loo mntu wosithwala isono sakhe.
INumeri 9:10-13
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala