Ukuze kusindiswe uluntu, uThixo usinike iBhayibhile waza wamisela umthetho womnqophiso omtsha. Kanye njengokuba uSolomon wakwaziyo ukugqiba ukuba ngubani unina wokwenyaniso womntwana ngethuku lothando lukamama, kweli lixa, uThixo uyabaqonda abo bawugcinayo umnqophiso omtsha, awawuyalelayo uThixo, njengabantwana Bakhe abanyuliweyo, aze ubanike intsikelelo yosindiso.
Namhlanje, iBandla likaThixo lilandela isikhokelo sikaKrestu Ahnsahnghong kunye noMama waseZulwini iYerusalem. Bawubuyisela umnqophiso omtsha owawulahlekile, onjengeSabatha nePasika, basinika zonke iimfundiso ezifunekayo ukuze sisindiswe imiphefumlo yethu, eyona njongo yokholo lwethu. Yiyo loo nto kuphela iBandla likaThixo elinesithembiso sosindiso.
Utsho uYehova ukuthi, Ngenxa yezikreqo ezithathu zakwaYuda, ngenxa yeziné — andiyi kuyibuyisa umva le nto — ngenxa yokuwucekisa kwabo umyalelo kaYehova, àbayigcina imimiselo yakhe; amanga abo, ababelandela wona ooyise, àbandwendwisa: Amosi 2:4
Enithe, ningambonanga nje, namthanda; enithi ke nikholwa kuye, noko ngoku ningamboniyo, nigcobe ngovuyo olungathethekiyo, oluzukisiweyo; nisamkela isiphelo sokholo lwenu, usindiso ke lwemiphefumlo yenu. 1 KaPetros 1:8–9
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala